GOVERNMENT GAZETTE, 28 NOVEMBER 2019 No. 42866   57 Ino 8 ka 2019 nguMthetho Wokukhuselwa Kweziseko Ezibalulekileyo Ezingundoqo, ka-2019 57 (8) UMphathiswa makathi, ngesihlokomiso kuShicilelo-Mithetho kwaye zingekapheli iintsuku ezingama-60 uqalile ukusebenza lo Mthetho, apapashe uludwe lwamagama eeNdawo Ezibalulekileyo Zelizwe okanye lwamagama amaDederhu Eendawo Ezibalulekileyo Zelizwe ezithathwa ngokuthi ziziziseko ezibalulekileyo ezingundoqo ngokwesiqendwana (1). 5 Ukungabi nabutyala kwilahleko okanye kumonakalo 31. UMphathiswa okanye nawuphi na umntu osebenzela urhulumente akathwali butyala ngayo nayiphi na into ayenze ngentsusa entle ngokwalo Mthetho okanye efeza iinjongo zalo Mthetho. Igama lawo nokuqalisa kwawo ukusebenza 32. Lo Mthetho ubizwa ngokuba nguMthetho Wokukhuselwa Kweziseko Ezibalulekileyo Ezingundoqo, ka-2019, kwaye uqalisa ukusebenza ngomhla ogqitywe nguMongameli ngesihlokomiso kuShicilelo-Mithetho. This gazette is also available free online at www.gpwonline.co.za 10

Select target paragraph3

Connect to a paragraph
Connect to an entity
Disable highlights
Add to table of contents